green
gazette
the government gazette of south africa
be among the first to know
News
Alerts
Search
Join
Contact
Pages
National Gazette No. 43913, 20 November 2020, Vol 665, Page 59
85.6Kb
Page
59 of 112
Gazette
National Gazettes
, No
43913
, from 20 November, 2020
Department
Home Affairs
Notice
Page No. 16 of 45,
Notice No. 1234,
Mineral Resources and Energy, Department of/ Mineraalbronne en Energie, Departement van 1235 use of Official Languages Act (12/2012) » National Nuclear Regulator Policy
Preview / 59 of 112
STAATSKOERANT, 20 NOVEMBER 2020 No. 43913 59 POL-CSR-005 OFFICIAL LANGUAGE Rev 0 (j) avelise aze afake kuMphathiswa ingxelo yoluntu yonyaka ngezempilo nokhuseleko oluphathelele abasebenzi, uluntu nemeko esingqongileyo ngokunxulumene nazo zonke iziza kuquka, kodwa kungaphelelwanga, kwiziqulatho ezichaziweyo. (2) UMphathiswa kufuneka athi thaca ePalamente ingxelo yoluntu yonyaka afakwe kuye ngokwemiqathango yecandelo elingaphantsi (1)(j) kungekapheli iintsuku ezili-14 emva kokuba ifakiwe ukuba iPalamente ikwiseshoni eqhelekileyo okanye, ukuba iPalamente ayikho kwiseshoni eqhelekileyo, kungekapheli iintsuku ezili-14 emva kokuqalisa kweseshoni yayo eqhelekileyo elandelayo. (3) Imisebenzi yoMlawuli kufuneka yenziwe liGosa leNtloko yeSigqeba, njengoko eyalelwe yibhodi, ngaphandle kwaxa kuchazwe kulo Mthetho. I-NNR iyawugqala lo mgaqo-siseko njengoyinxalenye yenkqubo yokufaka isandla kwiilwimi ezininzi. Ngoxa i-NNR iluxhasa ukhuthazo lweelwimi ezahlukahlukeneyo, kufuneka kuqatshelwe ukuba ayingomsebenzi wayo uphambili, yaye nezinyino zezemali ziza kuthetha ukuthi iza kufuneka ifune ukulingana phakathi kokhetho lolwimi neemfuno zabantu ejolise kubo (ngaphakthi nangaphandle). 6.3 Iilwimi ezisemthethweni ze-NNR UMzantsi Afrika lilizwe elineelwimi ezininzi apho kuthethwa malunga neelwimi ezinga-25 ezahlukahlukeneyo, kuzo zili-11 ezinikwe ubume obusemthethweni ngokwemiqathango yeCandelo lesi-6 loMgaqo-siseko (Umthetho we-108 ka-1996), phantsi kweegaqo yokuba ukusetyenziswa kwazo kuquka i-98% yalo lonke uluntu. Iilwimi ezisemthethweni zezi: isiNdebele, isiXhosa, isiZulu nesiSwati (ekubhekiselwa kuzo njengeqela lelwimi lesiNguni); isiSuthu, iSepedi neSetswana (ekubhekiselwa kuzo njengeqela leelwimi zesiSuthu); isiTshivenda, isiXitsonga, isiNgesi nesiBhulu. Ngenxa yohlobo lwehlabathi lokhuseleko lwenyukliya nemigaqo yokhuseleko, yaye ekubeni isiNgesi ilelona lwimi lwezoshishino luphambili olusetyenziswayo ehlabathini jikelele nakwiPalamente yaseMzantsi Afrika, i-NNR ikhetha isiNgesi njengenye yeelwimi ezine (4) ezisemthethweni ezisetyenziswa yi-NNR. Ngokusekelwe kukhetho loluntu lwasekuhlaleni, i- NNR kananjalo isebenzisa isiXhosa, isiZulu nesiBhulu njengeelwimi ezisemthethweni zayo ngeenjongo zolo mgaqo-siseko. Ngokusekelwe kukhetho loluntu lwasekuhlaleni, i-NNR kananjalo isebenzisa isiXhosa, isiZulu nesiBhulu njengeelwimi ezisemthethweni zayo ngeenjongo zolo mgaqo-siseko. Non-Restricted 16
< page 58
View full Gazette No. 43913
page 60 >
Free home affairs alerts
Type your email for free alerts on latest Department of Home Affairs notices as they are published
Email address
Links
Sign In
or, by email
password
Forgot / set password
|
Join
Alerts
Advanced Search
Property Auctions
headline bulletin
Visa / Mastercard network unable to bill GGSA's existing paying customers' cards.
See the report >
United States justice department investigating Visa
over debit-card practices Wall Street Journal
2021-03-19 @19:00
Government withholds, suspends and / or discontinues gazette publications including the tender bulletin for 80 days now since 01 Feb, 2021
I
'm denied entry to South and Central American countries
, visa exempt to South Africans, from OR Tambo including Argentina, Brazil, and Panama Mark Berchowitz
2021-03-12
My Airbnb account is shut down
for no reason. Airbnb hide behind their corporate veil Mark Berchowitz
2019-09-19
South Africans are now the most restricted travellers in the world
Business Insider SA
2021-03-19 @ 13:23
Government of Thailand
rejects their embassy endorsed travel visa D3417336
they put in my passport Mark Berchowitz
2018-03-20 @ 18:35
I'm displaced from Bella Casa Guesthouse in Bryanston.
The venue goes from near vacant to fully booked before I extend for a week on my original 3 nights Mark Berchowitz
2021-03-26 @ 14:00
Bolt taxi driver
Nandipha +27-614-888-614 teams up with police to withhold my phone from me
for 17 days now previously
linked to my online banking
Mark Berchowitz
2021-04-05 @ 16:00
The
FBI of the United States
offers me assistance, then
doesn't have the authority, or know who does
, to tell the police to release my phone Mark Berchowitz
2021-04-18
First time in more than a decade, my business suddenly takes a steep nosedive with little to no new subscribers.
My business is being choked to death
Mark Berchowitz
2021-04-21
prior headlines >
Publications
Tenders
Tender Bulletin
Tender Bulletin (Free State)
Tender Bulletin (Limpopo)
National
National Gazettes
Regulation Gazettes
Legal Notices
Patent Journals
Provincial
Eastern Cape
Free State
Gauteng
Kwazulu-Natal
Limpopo
Mpumalanga
North West
Northern Cape
Western Cape