green
gazette
the government gazette of south africa
be among the first to know
News
Alerts
Search
Join
Contact
Pages
National Gazette No. 43913, 20 November 2020, Vol 665, Page 60
85.1Kb
Page
60 of 112
Gazette
National Gazettes
, No
43913
, from 20 November, 2020
Department
Home Affairs
Notice
Page No. 17 of 45,
Notice No. 1234,
Mineral Resources and Energy, Department of/ Mineraalbronne en Energie, Departement van 1235 use of Official Languages Act (12/2012) » National Nuclear Regulator Policy
Preview / 60 of 112
60 No. 43913 GOVERNMENT GAZETTE, 20 NOVEMBER 2020 POL-CSR-005 OFFICIAL LANGUAGE Rev 0 INcwadi ye-NNR yokuKhuthazwa koFikelelo kuLwazi iye yaguqulelwa kwiilimi ezisemthethweni ezine (4). Ngokuphathelele iinkomfa zeenkqubo zolwazi olwahlukahlukeneyo neentlanganiso zengxoxo ezilungelelaniswe yi-NNR, iinkonzo zokutolika ezenzeka ngaxeshanye ngokuqhelekileyo zidla ngokuba ngaphaya kwebhajethi ye-NNR. Ngoko ke izithethi zikhuthazwa ukuba zinikeze ushwankathelo lolawulo ngesiNgesi yaye intetho yazo ephambili ngolwimi ezilukhethayo, okanye ngokuphendulelekileyo. Amalungu kawonkewonke namanye amalungu ehlabathi jikelele ukhetho lwawo lolwimi iluLwimi Lwezandla lwaseMzantsi Afrika okanye olunye ulwimi olungelulo olunye lweelwimi ezisemthethweni ezikhethiweyo aza kulungiselelwa kangangoko kunokwenzeka ngokuyimfuneko. Izicelo zoguqulelo magama ukuya kwezi lwimi nokusuka kuzo ziza kuthunyelwa kwiNkonzo yoLwimi lweSizwe. 6.4 Ukusetyenziswa kweelwimi ezisemthethweni yi-NNR 6.1 Itheyibhuli engezantsi ibonisa indlela i-NNR eceba ukusebenzisa ngayo iilwimi ezisemthethweni ezikhethiweyo # Ingcaciso Iilwimi 1. Unxibelelwano Lwangaphakathi IsiNgesi 2. Unxibelelwano lwangaphakathi noluphakathi IsiNgesi kukarhulumente. 3. Unxibelelwano olukwi-intanethi (iwebhsayithi, IsiNgesi imidiya yoluntu, inetwekhi yabucala) Izicelo ze-PAIA, Izikhalazo ezibhaliswe kunye Nemibuzo kusetyenziswa iwebhsayithi ziza kuphendulwa ngolwimi olusemthethweni olukhethwe ngumntu ofake isicelo. 4. Iimpapasho Zoshishino IsiNgesi x Iingxelo Zonyaka x Iindibano ngeNgxelo Yokhuseleko Lwenyukliya x Ingxelo yesizwe yoMzantsi Afrika ngokuthotyelwa kweembopheleleko phantsi kwendibano ehlanganisiweyo ngokhuseleko lolawulo lwamafutha asetyenzisiweyo nangokhuseleko Non-Restricted 17
< page 59
View full Gazette No. 43913
page 61 >
Free home affairs alerts
Type your email for free alerts on latest Department of Home Affairs notices as they are published
Email address
Links
Sign In
or, by email
password
Forgot / set password
|
Join
Alerts
Advanced Search
Property Auctions
headline bulletin
Visa / Mastercard network unable to bill GGSA's existing paying customers' cards.
See the report >
United States justice department investigating Visa
over debit-card practices Wall Street Journal
2021-03-19 @19:00
Government withholds, suspends and / or discontinues gazette publications including the tender bulletin for 80 days now since 01 Feb, 2021
I
'm denied entry to South and Central American countries
, visa exempt to South Africans, from OR Tambo including Argentina, Brazil, and Panama Mark Berchowitz
2021-03-12
My Airbnb account is shut down
for no reason. Airbnb hide behind their corporate veil Mark Berchowitz
2019-09-19
South Africans are now the most restricted travellers in the world
Business Insider SA
2021-03-19 @ 13:23
Government of Thailand
rejects their embassy endorsed travel visa D3417336
they put in my passport Mark Berchowitz
2018-03-20 @ 18:35
I'm displaced from Bella Casa Guesthouse in Bryanston.
The venue goes from near vacant to fully booked before I extend for a week on my original 3 nights Mark Berchowitz
2021-03-26 @ 14:00
Bolt taxi driver
Nandipha +27-614-888-614 teams up with police to withhold my phone from me
for 17 days now previously
linked to my online banking
Mark Berchowitz
2021-04-05 @ 16:00
The
FBI of the United States
offers me assistance, then
doesn't have the authority, or know who does
, to tell the police to release my phone Mark Berchowitz
2021-04-18
First time in more than a decade, my business suddenly takes a steep nosedive with little to no new subscribers.
My business is being choked to death
Mark Berchowitz
2021-04-21
prior headlines >
Publications
Tenders
Tender Bulletin
Tender Bulletin (Free State)
Tender Bulletin (Limpopo)
National
National Gazettes
Regulation Gazettes
Legal Notices
Patent Journals
Provincial
Eastern Cape
Free State
Gauteng
Kwazulu-Natal
Limpopo
Mpumalanga
North West
Northern Cape
Western Cape